One Day. One Book. Indigenous-Language Storybooks

Undize

Ekuqaleni ibibhalwe kwiXitsonga

Ixhaswe ngu
Sharp Shoot

UMpuku umcaphukisa kakhulu uKatana, kuba usoloko ephumelela xa bedlala undize. Kodwa ngenye imini, uKatana wacinga icebo elihlakaniphileyo kakhulu.

  • Ibhalwe nguMunene Baadjie
  • Umzekeliso nguJoseph Somwe
  • Uyilo nguJess Jardim-Wedephol
  • Ihlelwe nguAnna Stroud