UWewe noLoliwe
Ekuqaleni ibibhalwe kwiSiswati
UWewe uyasithanda isandi sikaloliwe. Ukholelwa ekubeni uloliwe ubiza igama lakhe ngalo lonke ixesha edlula ngakowabo. Ngaminazana ithile, umama wakhe weza nesothuso esimnandi kuye. Ingaba sasisithini esi sothuso?
- Ibhalwe nguBusile Ndlovu
- Umzekeliso nguShayne Capazorio
- Uyilo nguLeah Prinsloo
- Ihlelwe nguAlison Ziki