One Day. One Book. Indigenous-Language Storybooks

Inja ebawayo

Ekuqaleni ibibhalwe kwiSiswati

Ixhaswe ngu
Abantwana Publishing

UNja uyamthanda umhlobo wakhe uKatana, kodwa eyona nto ayithanda ngaphezulu kukutya. Ingaba koda kube nini ukatana emnyamezele lo mhlobo wakhe urhala kakhulu, kungakhange kubekho nto imbi yenzekayo?

  • Ibhalwe nguNokuthula Ndlovu
  • Umzekeliso nguCclaire Ingram
  • Uyilo nguKarma Bosman and Riaan Coetzee
  • Ihlelwe nguKatherine Hofmeyr