One Day. One Book. Indigenous-Language Storybooks

Umtshato kaHagu

Ekuqaleni ibibhalwe kwiSepedi

UHagu noKati bayabukana, kwaye bafuna ukutshata. Kodwa ingaba uthando lwabo lwakuba nempumelelo xa iindlela abakhule ngazo zahluke kangaka?

  • Ibhalwe nguMakotla Mudau
  • Umzekeliso nguImile Wepener
  • Uyilo nguVivienne Preston
  • Ihlelwe nguKatherine Hofmeyr