One Day. One Book. Indigenous-Language Storybooks

Esona Silwanyana Sihle

Ekuqaleni ibibhalwe kwiTshivenda

Ixhaswe ngu
Limpopo Faces

Iqwarhashe licinga ukuba lisesona silwanyana sihle kuzo zonke. Kodwa kwakwenzeka ni xa uLovane engenelela ukhuphiswano olukhulu looNobuhle Bezilwanyana?

  • Ibhalwe nguHulisani Olga Tshisevhe
  • Umzekeliso nguImile Wepener
  • Uyilo nguLouisa Pieters
  • Ihlelwe nguJocelyn Newmarch